Luka 18:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Emva koko wabizela abapostile bakhe abayi-12 ecaleni, wathi kubo: “Jongani! Ngoku siya eYerusalem, ibe ziza kwenzeka zonke izinto ezibhalwe ngabaprofeti ngoNyana womntu.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:31 Umntu Obalaseleyo, isahl. 98
31 Emva koko wabizela abapostile bakhe abayi-12 ecaleni, wathi kubo: “Jongani! Ngoku siya eYerusalem, ibe ziza kwenzeka zonke izinto ezibhalwe ngabaprofeti ngoNyana womntu.+