Luka 23:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kodwa uYesu wathi: “Tata baxolele, kuba abayazi le nto bayenzayo.” Benza namaqashiso ukuze bahlulelane ngeempahla zakhe.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:34 Umntu Obalaseleyo, iphe. 297
34 Kodwa uYesu wathi: “Tata baxolele, kuba abayazi le nto bayenzayo.” Benza namaqashiso ukuze bahlulelane ngeempahla zakhe.+