Yohane 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Nasi isizathu sokugwetywa kwabantu: kuye kwafika ukukhanya emhlabeni+ kodwa abantu baye bathanda ubumnyama kunokukhanya, kuba benza izinto ezingalunganga. Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:19 Umntu Obalaseleyo, isahl. 17
19 Nasi isizathu sokugwetywa kwabantu: kuye kwafika ukukhanya emhlabeni+ kodwa abantu baye bathanda ubumnyama kunokukhanya, kuba benza izinto ezingalunganga.