Yohane 5:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na olivayo ilizwi lam, aze akholelwe kuLowo undithumileyo uza kufumana ubomi obungunaphakade,+ ibe akazukugwetywa, kodwa ufana nomntu obefile waphinda wavuka.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:24 IMboniselo,8/15/2009, iphe. 9-10 4/15/2008, iphe. 30-31
24 Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na olivayo ilizwi lam, aze akholelwe kuLowo undithumileyo uza kufumana ubomi obungunaphakade,+ ibe akazukugwetywa, kodwa ufana nomntu obefile waphinda wavuka.+