Yohane 6:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Ukuthanda kwaLowo undithumileyo kukuba ndingalahlekelwa nangomnye kwabo andinike bona, kodwa ufuna ndibavuse+ ngomhla wokugqibela.
39 Ukuthanda kwaLowo undithumileyo kukuba ndingalahlekelwa nangomnye kwabo andinike bona, kodwa ufuna ndibavuse+ ngomhla wokugqibela.