Yohane 6:51 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 51 Ndim isonka esiphilayo esehla sivela ezulwini. Nabani na otya esi sonka uza kuphila ngonaphakade; ibe isonka endiza kumnika sona yinyama yam, ukuze abantu bafumane ubomi.”+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:51 IMboniselo,6/1/2014, iphe. 8-9 8/15/2009, iphe. 10 Umntu Obalaseleyo, isahl. 55
51 Ndim isonka esiphilayo esehla sivela ezulwini. Nabani na otya esi sonka uza kuphila ngonaphakade; ibe isonka endiza kumnika sona yinyama yam, ukuze abantu bafumane ubomi.”+