Yohane 12:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ukuba nabani na ufuna ukundisebenzela, makandilandele, abe kunye nam apho ndikhoyo.+ UTata uza kumsikelela nabani na ondisebenzelayo. Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:26 Umntu Obalaseleyo, isahl. 103
26 Ukuba nabani na ufuna ukundisebenzela, makandilandele, abe kunye nam apho ndikhoyo.+ UTata uza kumsikelela nabani na ondisebenzelayo.