Yohane 12:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Nangona kunjalo, abantu abaninzi, kwanabalawuli babemkholelwa,+ kodwa beyifihla loo nto ngenxa yokoyika abaFarisi, ukuze bangagxothwa kwindlu abakhonzela kuyo;*+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:42 Umntu Obalaseleyo, isahl. 104
42 Nangona kunjalo, abantu abaninzi, kwanabalawuli babemkholelwa,+ kodwa beyifihla loo nto ngenxa yokoyika abaFarisi, ukuze bangagxothwa kwindlu abakhonzela kuyo;*+