-
Yohane 16:25IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
25 “Bendinifundisa ezi zinto ndisebenzisa imizekelo. Ngoku liyeza ixesha apho ndingazukunifundisa ngemizekelo, kodwa ndithethe phandle ngoTata.
-