Yohane 17:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Xa bendikunye nabo ndiye ndabagada+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; ibe ndiye ndabakhusela, akwatshabalala namnye kubo+ ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze kwenzeke izinto ezibhaliweyo.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:12 IMboniselo,5/1/2005, iphe. 16 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116
12 Xa bendikunye nabo ndiye ndabagada+ ngenxa yegama lakho ondinike lona; ibe ndiye ndabakhusela, akwatshabalala namnye kubo+ ngaphandle konyana wentshabalalo,+ ukuze kwenzeke izinto ezibhaliweyo.+