Yohane 17:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe. Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:21 IMboniselo,10/15/2013, iphe. 29 Umntu Obalaseleyo, isahl. 116
21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe.