Yohane 19:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Emva kokuba ezi zinto zenzekile, uYosefu waseArimathiya, owayengumfundi kaYesu, kodwa eyifihla loo nto kuba esoyika amaYuda,+ wacela kuPilato ukuba awuthathe umzimba kaYesu, waza uPilato wamvumela. Ngoko weza wawuthatha umzimba wakhe.+ Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 19:38 Vukani!,4/8/2002, iphe. 14-15
38 Emva kokuba ezi zinto zenzekile, uYosefu waseArimathiya, owayengumfundi kaYesu, kodwa eyifihla loo nto kuba esoyika amaYuda,+ wacela kuPilato ukuba awuthathe umzimba kaYesu, waza uPilato wamvumela. Ngoko weza wawuthatha umzimba wakhe.+