Yohane 20:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Emva koko, wababonisa izandla zakhe nenxeba elisecaleni.+ Ngoko abafundi bavuya kakhulu bakuyibona iNkosi.+
20 Emva koko, wababonisa izandla zakhe nenxeba elisecaleni.+ Ngoko abafundi bavuya kakhulu bakuyibona iNkosi.+