IZenzo 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kuba kubhaliwe kwincwadi yeeNdumiso kwathiwa, ‘Indawo yakhe yokuhlala mayingabi namntu, ingahlali mntu,’+ kwaza kwathiwa, ‘Masithathwe ngomnye umntu isikhundla sakhe.’*+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:20 Ukunikela Ubungqina, iphe. 18-19 “Sonke ISibhalo”, iphe. 204
20 Kuba kubhaliwe kwincwadi yeeNdumiso kwathiwa, ‘Indawo yakhe yokuhlala mayingabi namntu, ingahlali mntu,’+ kwaza kwathiwa, ‘Masithathwe ngomnye umntu isikhundla sakhe.’*+