IZenzo 11:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Omnye wabo, uAgabho+ waphakama waza waprofeta eqhutywa ngumoya ukuba kwakuza kubakho indlala enkulu emhlabeni wonke.+ Loo nto yenzeka ngexesha likaKlawudiyo. IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:28 Vukani!,4/2011, iphe. 11-12 Ukunikela Ubungqina, iphe. 74-76
28 Omnye wabo, uAgabho+ waphakama waza waprofeta eqhutywa ngumoya ukuba kwakuza kubakho indlala enkulu emhlabeni wonke.+ Loo nto yenzeka ngexesha likaKlawudiyo.