IZenzo 16:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Kanye ngelo xesha ngobo busuku, wahamba nabo waza wabahlamba amanxeba. Emva koko yena nayo yonke indlu yakhe babhaptizwa ngaphandle kokulibazisa.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:33 Ukunikela Ubungqina, iphe. 130
33 Kanye ngelo xesha ngobo busuku, wahamba nabo waza wabahlamba amanxeba. Emva koko yena nayo yonke indlu yakhe babhaptizwa ngaphandle kokulibazisa.+