IZenzo 24:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kwiintsuku ezimbalwa emva koko, uFeliks weza ehamba noDrusila umfazi wakhe owayengumYuda, wabiza uPawulos waza wammamela ethetha ngokukholwa kuKristu Yesu.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:24 Ukunikela Ubungqina, iphe. 194-195
24 Kwiintsuku ezimbalwa emva koko, uFeliks weza ehamba noDrusila umfazi wakhe owayengumYuda, wabiza uPawulos waza wammamela ethetha ngokukholwa kuKristu Yesu.+