IZenzo 28:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwathi kanti utata kaPubliyo wayelele ebhedini, egula ngumkhuhlane yaye etsheqwa sisisu.* UPawulos waya kuye, wathandaza, wambeka izandla waza wamphilisa.+ IZenzo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:8 Ukunikela Ubungqina, iphe. 210
8 Kwathi kanti utata kaPubliyo wayelele ebhedini, egula ngumkhuhlane yaye etsheqwa sisisu.* UPawulos waya kuye, wathandaza, wambeka izandla waza wamphilisa.+