Roma 2:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko ukuba uyabagweba abanye, awunakuthetheleleka mntundini, nokuba ungubani na;+ kuba xa ugweba omnye umntu, uzibeka ityala, ekubeni nawe usenza ezi zinto azenzayo.+
2 Ngoko ukuba uyabagweba abanye, awunakuthetheleleka mntundini, nokuba ungubani na;+ kuba xa ugweba omnye umntu, uzibeka ityala, ekubeni nawe usenza ezi zinto azenzayo.+