-
Roma 11:24IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
24 Kaloku ukuba wena wagawulwa kumthi womnquma wasendle waza wafakwa kumthi womnquma otyalwe egadini, nto leyo ingaqhelekanga, kuza kuba lula nyhani ke ukubuyisela amasebe kumthi wawo!
-