Roma 13:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Zenzeni ezi zinto, kuba nisazi ukuba eli lixesha lokuba nivuke ebuthongweni,+ kuba ngoku ixesha lokusindiswa kwethu likufutshane kakhulu kunangexesha esaba ngamakholwa ngalo. Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:11 IMboniselo,11/15/2013, iphe. 7 3/15/2012, iphe. 11
11 Zenzeni ezi zinto, kuba nisazi ukuba eli lixesha lokuba nivuke ebuthongweni,+ kuba ngoku ixesha lokusindiswa kwethu likufutshane kakhulu kunangexesha esaba ngamakholwa ngalo.