1 Korinte 4:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa ndiza kukhawuleza ndifike apho, ukuba uYehova* uyavuma, ndize ndingamameli ukuba bathini abo bantu baziphakamisileyo, kodwa ndibone ukuba banawo na amandla kaThixo.
19 Kodwa ndiza kukhawuleza ndifike apho, ukuba uYehova* uyavuma, ndize ndingamameli ukuba bathini abo bantu baziphakamisileyo, kodwa ndibone ukuba banawo na amandla kaThixo.