2 Korinte 6:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 kuthiwa asaziwa sibe sisaziwa nguThixo, kube ngathi siza kufa,* kodwa siyaphila,+ kube ngathi siyohlwaywa kodwa singafi.+
9 kuthiwa asaziwa sibe sisaziwa nguThixo, kube ngathi siza kufa,* kodwa siyaphila,+ kube ngathi siyohlwaywa kodwa singafi.+