2 Korinte 7:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ekubeni niye nabuhlungu ngendlela eyamkelekileyo kuThixo, niye nakhuthala kakhulu, nabonisa ukuba nimsulwa, nacaphuka, noyika, nabonisa ukuba ninomdla nyhani, nizimisele yaye nifuna ukuwulungisa umonakalo!+ Nenze kakuhle kuyo yonke le nto.
11 Ekubeni niye nabuhlungu ngendlela eyamkelekileyo kuThixo, niye nakhuthala kakhulu, nabonisa ukuba nimsulwa, nacaphuka, noyika, nabonisa ukuba ninomdla nyhani, nizimisele yaye nifuna ukuwulungisa umonakalo!+ Nenze kakuhle kuyo yonke le nto.