2 Korinte 11:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa xa ndandinani kwaza kwabakho izinto endizidingayo, andizange ndisokolise mntu, kuba abazalwana ababesuka eMakedoni bandinika zonke izinto endandizidinga.+ Ndazama kangangoko ukuba ndinganisokolisi, yaye ndiseza kuqhubeka ndizama.+ 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:9 Ukunikela Ubungqina, iphe. 151
9 Kodwa xa ndandinani kwaza kwabakho izinto endizidingayo, andizange ndisokolise mntu, kuba abazalwana ababesuka eMakedoni bandinika zonke izinto endandizidinga.+ Ndazama kangangoko ukuba ndinganisokolisi, yaye ndiseza kuqhubeka ndizama.+