Efese 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 wambeka wangaphezulu kwabo bonke oorhulumente, amagunya, abo banamandla, abalawuli nawo onke amagama abizwayo,+ hayi kuphela kweli xesha* kodwa nakwelizayo.
21 wambeka wangaphezulu kwabo bonke oorhulumente, amagunya, abo banamandla, abalawuli nawo onke amagama abizwayo,+ hayi kuphela kweli xesha* kodwa nakwelizayo.