Efese 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 ndize ndincede bonke abantu babone indlela ephunyezwa ngayo le mfihlelo ingcwele,+ ebifihlwe ixesha elide nguThixo owadala zonke izinto.
9 ndize ndincede bonke abantu babone indlela ephunyezwa ngayo le mfihlelo ingcwele,+ ebifihlwe ixesha elide nguThixo owadala zonke izinto.