Filipi 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndiyakucela nawe mzalwana wam endisebenza naye ukuba ubancede aba bafazi. Bona, uKlemente nabanye baye bazisebenzela nzima iindaba ezilungileyo kunye nam. Amagama abo bonke abhaliwe kwincwadi yobomi.+
3 Ndiyakucela nawe mzalwana wam endisebenza naye ukuba ubancede aba bafazi. Bona, uKlemente nabanye baye bazisebenzela nzima iindaba ezilungileyo kunye nam. Amagama abo bonke abhaliwe kwincwadi yobomi.+