1 Tesalonika 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kodwa sithetha kuba sivunyelwe nguThixo ukuba sishumayele iindaba ezilungileyo. Ngoko asithethi ukuze sivuyise abantu, kodwa sivuyisa uThixo ohlola iintliziyo zethu.+
4 kodwa sithetha kuba sivunyelwe nguThixo ukuba sishumayele iindaba ezilungileyo. Ngoko asithethi ukuze sivuyise abantu, kodwa sivuyisa uThixo ohlola iintliziyo zethu.+