1 Tesalonika 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kaloku nina bazalwana, nenza njengokuba esenza amabandla kaThixo akwelakwaYuda amanyene noKristu uYesu, kuba naphathwa kabuhlungu ngabantu belizwe lenu,+ njengokuba nawo loo mabandla ephethwe kabuhlungu ngamaYuda,
14 Kaloku nina bazalwana, nenza njengokuba esenza amabandla kaThixo akwelakwaYuda amanyene noKristu uYesu, kuba naphathwa kabuhlungu ngabantu belizwe lenu,+ njengokuba nawo loo mabandla ephethwe kabuhlungu ngamaYuda,