1 Tesalonika 5:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kwanga uThixo woxolo anganenza nibe ngcwele ngokupheleleyo. Kwanga anganenza nihlale nimsulwa kwindlela enicinga ngayo, kubomi benu nakumzimba wenu bazalwana, nize ningabi nabala ngexesha lobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+ 1 Tesalonika ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:23 IMboniselo,9/15/2008, iphe. 29
23 Kwanga uThixo woxolo anganenza nibe ngcwele ngokupheleleyo. Kwanga anganenza nihlale nimsulwa kwindlela enicinga ngayo, kubomi benu nakumzimba wenu bazalwana, nize ningabi nabala ngexesha lobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+