1 Timoti 1:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Le nto ndiyithethayo ithembekile, ibe abantu bamele bayamkele ngokupheleleyo. Mna ke ndingoyena moni ubodlula bonke.+
15 UKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Le nto ndiyithethayo ithembekile, ibe abantu bamele bayamkele ngokupheleleyo. Mna ke ndingoyena moni ubodlula bonke.+