Hebhere 7:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kuba uMthetho ubeka abantu abanesono babe ngababingeleli abakhulu,+ kodwa lona ilizwi lesifungo+ elafungwa emva koMthetho libeka uNyana, owenziwa wagqibelela+ ngonaphakade. Hebhere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:28 IMboniselo,12/15/2008, iphe. 14
28 Kuba uMthetho ubeka abantu abanesono babe ngababingeleli abakhulu,+ kodwa lona ilizwi lesifungo+ elafungwa emva koMthetho libeka uNyana, owenziwa wagqibelela+ ngonaphakade.