Hebhere 11:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Bonke aba bantu bafa benokholo, nangona bengazange bazifumane izinto ezazithenjisiwe.+ Kodwa bazibona zisekude,+ bazivuyela, baxelela wonke umntu ukuba bangabantu basemzini yaye baza kuhlala ixesha elifutshane kwelo lizwe. Hebhere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:13 IMboniselo(Efundwayo),10/2016, iphe. 22 IMboniselo,5/15/2015, iphe. 16-18 11/15/2011, iphe. 16-17 8/15/2001, iphe. 19, 28-29
13 Bonke aba bantu bafa benokholo, nangona bengazange bazifumane izinto ezazithenjisiwe.+ Kodwa bazibona zisekude,+ bazivuyela, baxelela wonke umntu ukuba bangabantu basemzini yaye baza kuhlala ixesha elifutshane kwelo lizwe.
11:13 IMboniselo(Efundwayo),10/2016, iphe. 22 IMboniselo,5/15/2015, iphe. 16-18 11/15/2011, iphe. 16-17 8/15/2001, iphe. 19, 28-29