Yakobi 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Makaqhubeke ecela enokholo lokuba uza kumnika,+ engathandabuzi nakancinci,+ kuba umntu othandabuzayo ufana namaza olwandle asiwa ngapha nangapha ngumoya. Yakobi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:6 IMboniselo,1/15/2003, iphe. 11 7/1/2001, iphe. 19
6 Makaqhubeke ecela enokholo lokuba uza kumnika,+ engathandabuzi nakancinci,+ kuba umntu othandabuzayo ufana namaza olwandle asiwa ngapha nangapha ngumoya.