Yakobi 4:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Yekani ukugxekana bazalwana.+ Nabani na othetha kakubi ngomzalwana okanye ogweba umzalwana wakhe, uthetha kakubi ngomthetho, ibe ugweba umthetho. Ngoko ukuba ugweba umthetho, awuwuthobeli, kodwa uzenza umgwebi.
11 Yekani ukugxekana bazalwana.+ Nabani na othetha kakubi ngomzalwana okanye ogweba umzalwana wakhe, uthetha kakubi ngomthetho, ibe ugweba umthetho. Ngoko ukuba ugweba umthetho, awuwuthobeli, kodwa uzenza umgwebi.