1 Petros 1:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Njengokuba ngoku niye nazenza msulwa ngokuthobela inyaniso, nafunda nokubathanda nyhani abazalwana,+ thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+ 1 Petros ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:22 Sondela KuYehova, iphe. 227
22 Njengokuba ngoku niye nazenza msulwa ngokuthobela inyaniso, nafunda nokubathanda nyhani abazalwana,+ thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+