2 Petros 1:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko ke bazalwana, zamani ngandlela zonke ukuba nihlale nikufanelekela ukubizwa+ nokukhethwa kwenu, kuba ukuba niyaqhubeka nizenza ezi zinto soze niwe.+ 2 Petros ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:10 IMboniselo(Efundwayo),1/2016, iphe. 16 IMboniselo,3/15/2012, iphe. 21
10 Ngoko ke bazalwana, zamani ngandlela zonke ukuba nihlale nikufanelekela ukubizwa+ nokukhethwa kwenu, kuba ukuba niyaqhubeka nizenza ezi zinto soze niwe.+