1 Yohane 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa ke, ukuba umntu unezinto, aze xa ebona umzalwana wakhe edinga, angafuni kumnceda, angatsho njani ke loo mntu ukuba uyamthanda uThixo?+
17 Kodwa ke, ukuba umntu unezinto, aze xa ebona umzalwana wakhe edinga, angafuni kumnceda, angatsho njani ke loo mntu ukuba uyamthanda uThixo?+