Yuda 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa yena uMikayeli+ umphathi weengelosi,+ xa wayexambulisana noMtyholi, bephikisana ngesidumbu sikaMoses,+ wathobeka, akamgweba ngamazwi arhabaxa,+ kodwa wathi: “Kwanga uYehova angakukhalimela.”+ Yude ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9 IMboniselo,2/15/2015, iphe. 4-5 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 28-29
9 Kodwa yena uMikayeli+ umphathi weengelosi,+ xa wayexambulisana noMtyholi, bephikisana ngesidumbu sikaMoses,+ wathobeka, akamgweba ngamazwi arhabaxa,+ kodwa wathi: “Kwanga uYehova angakukhalimela.”+