ISityhilelo 5:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko bacula ingoma entsha,+ besithi: “Ukufanele ukuthatha umsongo uze uwuvule nezitampu zawo, kuba waxhelwa waza ngegazi lakho wathengela uThixo abantu+ kuzo zonke izizwe, iilwimi, abantu neentlanga,+ ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:9 IMboniselo(Kawonke-wonke),No. 6 2016 iphe. 6-7
9 Emva koko bacula ingoma entsha,+ besithi: “Ukufanele ukuthatha umsongo uze uwuvule nezitampu zawo, kuba waxhelwa waza ngegazi lakho wathengela uThixo abantu+ kuzo zonke izizwe, iilwimi, abantu neentlanga,+