ISityhilelo 13:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ukuba umntu umele athinjwe, uza kuya ekuthinjweni. Ukuba umntu ubulala ngekrele,* naye umele abulawe ngekrele.+ Kufuneka apha ke ukunyamezela+ nokuba nokholo+ kwabo bangcwele.+
10 Ukuba umntu umele athinjwe, uza kuya ekuthinjweni. Ukuba umntu ubulala ngekrele,* naye umele abulawe ngekrele.+ Kufuneka apha ke ukunyamezela+ nokuba nokholo+ kwabo bangcwele.+