1 Samuweli 29:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waphendula uAkishe waza wathi kuDavide: “Ndazi kakuhle ukuba ubulungile kwawam amehlo, njengengelosi kaThixo.+ Kuphela nje ziinkosana zamaFilisti ezithe, ‘Makangenyuki nathi ukuya edabini.’
9 Waphendula uAkishe waza wathi kuDavide: “Ndazi kakuhle ukuba ubulungile kwawam amehlo, njengengelosi kaThixo.+ Kuphela nje ziinkosana zamaFilisti ezithe, ‘Makangenyuki nathi ukuya edabini.’