1 Kronike 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UDavide wabuza kuThixo,+ esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti, yaye uya kuwanikela na ngokuqinisekileyo esandleni sam?” Wathi uYehova kuye: “Nyuka, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwanikela esandleni sakho.”
10 UDavide wabuza kuThixo,+ esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti, yaye uya kuwanikela na ngokuqinisekileyo esandleni sam?” Wathi uYehova kuye: “Nyuka, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuwanikela esandleni sakho.”