5 kanjalo uYehova ngokuqinisekileyo uya kudala phezu kweendawo zonke ezimisiweyo zeNtaba yeZiyon+ naphezu kwendawo yayo yendibano ilifu emini nomsi, nokuqaqamba komlilo odangazelayo+ ebusuku;+ ngenxa yokuba phezu kwalo lonke uzuko kuya kubakho ikhusi.+