Hezekile 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye ndiza kushiya kubo abantu abambalwa abasindileyo ekreleni,+ endlaleni nakwindyikitya yokufa, ukuze bazibalise zonke izinto zabo ezicekisekayo+ phakathi kweentlanga abaya kufika kuzo;+ bazi ukuba ndinguYehova.”
16 Yaye ndiza kushiya kubo abantu abambalwa abasindileyo ekreleni,+ endlaleni nakwindyikitya yokufa, ukuze bazibalise zonke izinto zabo ezicekisekayo+ phakathi kweentlanga abaya kufika kuzo;+ bazi ukuba ndinguYehova.”