-
Hezekile 41:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Yangena ngaphakathi yaza yalinganisa intsika esecaleni yomnyango, yaba ziikubhite ezimbini; umnyango waba ziikubhite ezintandathu; ububanzi bomnyango baba ziikubhite ezisixhenxe.
-