Hezekile 41:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yalinganisa ubude bawo, baba ziikubhite ezingamashumi amabini; ububanzi bawo baba ziikubhite ezingamashumi amabini,+ phambi kwetempile. Yandula ke yathi kum: “Yeyona Ngcwele le.”+
4 Yalinganisa ubude bawo, baba ziikubhite ezingamashumi amabini; ububanzi bawo baba ziikubhite ezingamashumi amabini,+ phambi kwetempile. Yandula ke yathi kum: “Yeyona Ngcwele le.”+