-
Hezekile 41:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Kwakuya kuba banzi ukujikeleza okukhona siya sinyuka isakhiwo ngokwamagumbi asecaleni, kuba ipaseji enamajikojiko yendlu yayisiya phezulu naphezulu macala onke endlu leyo.+ Ngoko ke indlu le yayisiba banzi phezulu, yaye ukususela kowona usezantsi umgangatho ubani wayenokunyuka aye kowona uphezulu umgangatho,+ ngomgangatho ophakathi.
-