Footnote
e Bambi baye basebenzisa iinkqubo zikarhulumente ezifundisa ubugcisa bomsebenzi wokuthengisa. Kusenokubakho namalungiselelo okunyamekela umntwana ngoxa umama esiya eklasini.